Lyrics

Loyiso – Madoda Sabelani Lyrics


Loyiso Madoda Sabelani

Lyrics Of “Madoda Sabelani” by Loyiso.

Loyiso released a new single titled ‘Madoda Sabelani

Sensational South African soulful pop singer, Loyiso come through yet with his long-awaited record titled “Madoda Sabelani.”

A heart-gripping, tear-jerking, and emotionally crippling single by Loyiso pleading for the crimes committed against women and children to come to an end.

Enjoy the groovy tune by Loyiso and vibe along to the melody.

Listen and Share your thoughts below;

DOWNLOAD MP3: Loyiso – Madoda Sabelani

 

Lyrics Of “Madoda Sabelani” by Loyiso.

[Chorus] Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Hee Madoda ngqandani (Iyooh!)
Yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi

Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Abafazi bayalila (Iyooh!)
Yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi

[Verse] Ndiyathandaza Nkosi uphendule imithandazo yethu, izikhalo uyaziva, abafazi bayslila.
Mhh…
Syathandaza Nkosi bedlwengulwa, bebulalwa bekhalela ubomi babo
ngenelela! ngenelela! Ngenelela!

[Chorus] Hee Madoda Mamelani (Iyooh!)
Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Hee Madoda ngqandani (Iyooh!)
Yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi

Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Hee madoda ngqandani (Iyooh!)
Yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi

Thunununu (thunu)
Thunununu (thunu)
Thunununu (thunu)
Yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi (x2)

Mhh mmmhh (Iyooh)
Mhh mmmhh (Iyooh)
Mhh mmmhh (Iyooh)
Mhh mmmhh (Iyooh)

Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Hee madoda ngqandani (Iyooh!)
Yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi

Tags

Related Articles

Leave a Reply

Your email address will not be published.

Close